Yeremiya 25:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Yaye lonke eli lizwe liza kutshabalala, libe yinto eyoyikekayo, yaye ezi ntlanga kuza kufuneka zisebenzele ukumkani waseBhabhiloni iminyaka eyi-70.”’+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:11 Vukani!,6/2012, iphe. 13 IMboniselo,10/1/2011, iphe. 26-28 UYeremiya, iphe. 162
11 Yaye lonke eli lizwe liza kutshabalala, libe yinto eyoyikekayo, yaye ezi ntlanga kuza kufuneka zisebenzele ukumkani waseBhabhiloni iminyaka eyi-70.”’+