Yeremiya 25:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Kuba jonga! ukuba ndiqala kwisixeko esibizwa ngegama lam ukuzisa intlekele,+ ngaba nina animele nohlwaywe?”’+ “‘Soze ningohlwaywa, kuba ndibabizela ikrele bonke abemi bomhlaba,’ utsho uYehova wemikhosi.
29 Kuba jonga! ukuba ndiqala kwisixeko esibizwa ngegama lam ukuzisa intlekele,+ ngaba nina animele nohlwaywe?”’+ “‘Soze ningohlwaywa, kuba ndibabizela ikrele bonke abemi bomhlaba,’ utsho uYehova wemikhosi.