-
Yeremiya 26:9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Kutheni uye waprofeta egameni likaYehova usithi, ‘Le ndlu iza kuba njengeShilo, nesi sixeko siza kutshatyalaliswa kungabikho mntu uhlalayo kuso’?” Baza bonke abantu bamrhangqa uYeremiya endlini kaYehova.
-