Yeremiya 26:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Ngaba uKumkani uHezekiya wakwaYuda naye wonke uYuda bambulala? Akazange na uHezekiya amoyike uYehova aze amcenge uYehova,* waza uYehova akayizisa intlekele* awayethe uza kuyizisa?+ Ngoko siza kuzibizela intlekele enkulu.
19 “Ngaba uKumkani uHezekiya wakwaYuda naye wonke uYuda bambulala? Akazange na uHezekiya amoyike uYehova aze amcenge uYehova,* waza uYehova akayizisa intlekele* awayethe uza kuyizisa?+ Ngoko siza kuzibizela intlekele enkulu.