Yeremiya 26:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UKumkani uYehoyakim+ nawo onke amadoda akhe anamandla nazo zonke iinkosana baweva amazwi akhe, waza ukumkani wafuna ukumbulala.+ Xa u-Uriya wayivayo le nto, ngoko nangoko woyika waza wabalekela eYiputa.
21 UKumkani uYehoyakim+ nawo onke amadoda akhe anamandla nazo zonke iinkosana baweva amazwi akhe, waza ukumkani wafuna ukumbulala.+ Xa u-Uriya wayivayo le nto, ngoko nangoko woyika waza wabalekela eYiputa.