Yeremiya 26:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kodwa uAhikam+ unyana kaShafan+ wamxhasa uYeremiya, waza akanikelwa ebantwini ukuze bambulale.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:24 UYeremiya, iphe. 122