Yeremiya 27:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 ‘Ndim owenza umhlaba, abantu nezilwanyana eziphezu komhlaba, ngamandla am amakhulu nangengalo yam eyoluliweyo; kwaye ndiwunike nabani na endifune ukumnika.*+
5 ‘Ndim owenza umhlaba, abantu nezilwanyana eziphezu komhlaba, ngamandla am amakhulu nangengalo yam eyoluliweyo; kwaye ndiwunike nabani na endifune ukumnika.*+