Yeremiya 27:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa ngoku onke la mazwe ndiwanikele kwisicaka sam uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni; nkqu namarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amsebenzele.
6 Kodwa ngoku onke la mazwe ndiwanikele kwisicaka sam uKumkani uNebhukadenetsare+ waseBhabhiloni; nkqu namarhamncwa asendle ndiwanikele kuye ukuba amsebenzele.