Yeremiya 27:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Zonke iintlanga ziza kusebenzela yena nonyana wakhe nomzukulwana wakhe de kufike ixesha lokuwa kwelizwe lakhe,+ xa iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu beza kumenza ikhoboka.’+
7 Zonke iintlanga ziza kusebenzela yena nonyana wakhe nomzukulwana wakhe de kufike ixesha lokuwa kwelizwe lakhe,+ xa iintlanga ezininzi nookumkani abakhulu beza kumenza ikhoboka.’+