Yeremiya 27:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndawathetha la mazwi nakuZedekiya+ ukumkani wakwaYuda, ndisithi: “Zisani iintamo zenu phantsi kwedyokhwe kakumkani waseBhabhiloni nize nimsebenzele yena nabantu bakhe, yaye niza kuhlala niphila.+
12 Ndawathetha la mazwi nakuZedekiya+ ukumkani wakwaYuda, ndisithi: “Zisani iintamo zenu phantsi kwedyokhwe kakumkani waseBhabhiloni nize nimsebenzele yena nabantu bakhe, yaye niza kuhlala niphila.+