Yeremiya 27:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “‘Kuba khange ndibathume,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta ubuxoki egameni lam, ngoko ke ndiza kunisasaza yaye niza kutshabalala, nina nabaprofeti abaprofeta kuni.’”+
15 “‘Kuba khange ndibathume,’ utsho uYehova, ‘kodwa baprofeta ubuxoki egameni lam, ngoko ke ndiza kunisasaza yaye niza kutshabalala, nina nabaprofeti abaprofeta kuni.’”+