Yeremiya 27:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ndathetha nakubabingeleli nakuso sonke esi sizwana, ndathi: “Uthi uYehova, ‘Sanukuwamamela amazwi abaprofeti benu abaprofeta kuni besithi: “Jongani! Izitya zendlu kaYehova ziza kubuyiswa ngokukhawuleza eBhabhiloni!”+ kuba baprofeta ubuxoki kuni.+
16 Ndathetha nakubabingeleli nakuso sonke esi sizwana, ndathi: “Uthi uYehova, ‘Sanukuwamamela amazwi abaprofeti benu abaprofeta kuni besithi: “Jongani! Izitya zendlu kaYehova ziza kubuyiswa ngokukhawuleza eBhabhiloni!”+ kuba baprofeta ubuxoki kuni.+