Yeremiya 27:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 ezo uKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni wayengazithathanga xa wayethimba uYekoniya unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, emthatha eYerusalem emsa eBhabhiloni kunye nazo zonke izikhulu zakwaYuda nezaseYerusalem;+
20 ezo uKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni wayengazithathanga xa wayethimba uYekoniya unyana kaYehoyakim, ukumkani wakwaYuda, emthatha eYerusalem emsa eBhabhiloni kunye nazo zonke izikhulu zakwaYuda nezaseYerusalem;+