Yeremiya 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kwangaloo nyaka, ekuqaleni kolawulo lukaKumkani uZedekiya+ wakwaYuda, ngonyaka wesine, ngenyanga yesihlanu, umprofeti uHananiya, unyana ka-Azure owayengowaseGibheyon,+ wathi kum endlini kaYehova phambi kwababingeleli nabo bonke abantu:
28 Kwangaloo nyaka, ekuqaleni kolawulo lukaKumkani uZedekiya+ wakwaYuda, ngonyaka wesine, ngenyanga yesihlanu, umprofeti uHananiya, unyana ka-Azure owayengowaseGibheyon,+ wathi kum endlini kaYehova phambi kwababingeleli nabo bonke abantu: