Yeremiya 28:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kwisithuba seminyaka* emibini ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova eyathathwa nguKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni kule ndawo waza wayisa eBhabhiloni.’”+
3 Kwisithuba seminyaka* emibini ndiza kuyibuyisela kule ndawo yonke impahla yendlu kaYehova eyathathwa nguKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni kule ndawo waza wayisa eBhabhiloni.’”+