Yeremiya 28:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UHananiya wathi phambi kwabantu bonke: “Uthi uYehova, ‘Ndiza kuyaphula ngolu hlobo idyokhwe kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni entanyeni yazo zonke iintlanga emva kweminyaka emibini.’”+ Yaye umprofeti uYeremiya wahamba indlela yakhe. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:11 UYeremiya, iphe. 187-188
11 UHananiya wathi phambi kwabantu bonke: “Uthi uYehova, ‘Ndiza kuyaphula ngolu hlobo idyokhwe kaNebhukadenetsare ukumkani waseBhabhiloni entanyeni yazo zonke iintlanga emva kweminyaka emibini.’”+ Yaye umprofeti uYeremiya wahamba indlela yakhe.