14 Kuba uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli: “Ndiza kubeka idyokhwe yentsimbi entanyeni yazo zonke ezi ntlanga, ukuze zibe zizicaka zikaKumkani uNebhukadenetsare waseBhabhiloni; zimele zibe zizicaka zakhe.+ Kwanamarhamncwa asendle ndiza kuwanikela kuye.”’”+