Yeremiya 29:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ngoAhabhi unyana kaKolaya noZedekiya unyana kaMahaseya, abaniprofetela ubuxoki egameni lam,+ ‘Ndibanikela kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni, kwaye uza kubaxabela nijongile.
21 Uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli, ngoAhabhi unyana kaKolaya noZedekiya unyana kaMahaseya, abaniprofetela ubuxoki egameni lam,+ ‘Ndibanikela kuKumkani uNebhukadenetsare* waseBhabhiloni, kwaye uza kubaxabela nijongile.