-
Yeremiya 29:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 Yaye into embi eyenzeka kubo kuza kuthethwa ngayo ngabo bonke abathinjwa bakwaYuda abaseBhabhiloni, besithi: “Akwaba uYehova angakwenza ube njengoZedekiya nanjengoAhabhi, abaqhotswa ngukumkani waseBhabhiloni emlilweni!”
-