-
Yeremiya 29:32IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
32 uthi uYehova, ‘Ndiza kumkhumbula uShemaya wakwaNehelam nenzala yakhe. Akukho namnye kwindlu yakhe oza kusinda kwesi sizwana, ibe akazukuzibona izinto ezintle endiza kuzenzela abantu bam,’ utsho uYehova, ‘kuba ukhuthaze abantu ukuba bangamthobeli uYehova.’”’”
-