Yeremiya 30:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Oonyana bakhe baza kuba njengakumaxesha akudala,Yaye phambi kwam ibandla lakhe liza kuma lingagungqi.+ Ndiza kulwa nabo bonke abacinezeli bakhe.+
20 Oonyana bakhe baza kuba njengakumaxesha akudala,Yaye phambi kwam ibandla lakhe liza kuma lingagungqi.+ Ndiza kulwa nabo bonke abacinezeli bakhe.+