Yeremiya 31:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kuba uthi uYehova: “Khwazani uYakobi nivuya. Khwazani ninemincili kuba ningaphezu kweentlanga.+ Vakalisani; dumisani nize nithi,‘Yhini Yehova, sindisa abantu bakho abashiyekileyo bakwaSirayeli.’+
7 Kuba uthi uYehova: “Khwazani uYakobi nivuya. Khwazani ninemincili kuba ningaphezu kweentlanga.+ Vakalisani; dumisani nize nithi,‘Yhini Yehova, sindisa abantu bakho abashiyekileyo bakwaSirayeli.’+