8 Ndiza kubazisa bevela kwilizwe lasemntla.+
Ndiza kubaqokelela bevela kwezona ndawo zikude emhlabeni.+
Phakathi kwabo kuza kubakho abantu abangaboniyo nabangakwazi kuhamba,+
Umfazi okhulelweyo nomfazi ozalayo.
Baza kubuyela apha belibandla elikhulu.+