Yeremiya 31:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UYehova uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 31:33 UYeremiya, iphe. 173-175, 178-180 IMboniselo,3/15/2007, iphe. 11
33 UYehova uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+