Yeremiya 32:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 ‘UHanameli unyana kaShalum utatomdala* wakho uza kuza kuwe aze athi: “Zithengele intsimi yam eseAnatoti,+ kuba unelungelo lokuphinda uyithenge.”’”+
7 ‘UHanameli unyana kaShalum utatomdala* wakho uza kuza kuwe aze athi: “Zithengele intsimi yam eseAnatoti,+ kuba unelungelo lokuphinda uyithenge.”’”+