-
Yeremiya 32:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 UHanameli unyana kaShalum wafika kum, ngokwelizwi likaYehova, kwiYadi Yoonogada, wathi: “Ndicela uthenge intsimi yam eseAnatoti, kwilizwe lakwaBhenjamin, kuba unelungelo lokuphinda uyithenge ibe yeyakho. Zithengele yona.” Wathi akutsho, ndaqonda ukuba kutsho uYehova.
-