Yeremiya 32:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Wabakhupha nabantu bakho amaSirayeli kwilizwe laseYiputa, ngemimangaliso, ngesandla esomeleleyo, ngengalo eyoluliweyo nangezenzo ezoyikekayo.+
21 Wabakhupha nabantu bakho amaSirayeli kwilizwe laseYiputa, ngemimangaliso, ngesandla esomeleleyo, ngengalo eyoluliweyo nangezenzo ezoyikekayo.+