24 Jonga! Kuye kweza amadoda esixekweni, akha amathambeka okuhlasela ukuze asithimbe+ kwaye ngenxa yekrele,+ indlala nesifo esingubhubhani,+ nakanjani isixeko siza kuwela esandleni samaKhaledi alwa naso; zonke izinto oye wazithetha zenzekile njengokuba ubona ngoku.