Yeremiya 32:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “‘Kuba abantu bakwaSirayeli nabakwaYuda benze into embi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo ukuya phambili;+ abantu bakwaSirayeli baqhubeka bendicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’ utsho uYehova.
30 “‘Kuba abantu bakwaSirayeli nabakwaYuda benze into embi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo ukuya phambili;+ abantu bakwaSirayeli baqhubeka bendicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’ utsho uYehova.