Yeremiya 33:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 besingatsho saphulwe nesivumelwano sam nomkhonzi wam uDavide,+ ukuze kungabikho kumkani ungunyana wakhe etroneni yakhe,+ yaye bekuza kuba njalo nangesivumelwano sam nabaLevi abangababingeleli, abakhonzi bam.+
21 besingatsho saphulwe nesivumelwano sam nomkhonzi wam uDavide,+ ukuze kungabikho kumkani ungunyana wakhe etroneni yakhe,+ yaye bekuza kuba njalo nangesivumelwano sam nabaLevi abangababingeleli, abakhonzi bam.+