Yeremiya 34:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Wena awuzukusinda kuye, kuba nakanjani uza kubanjwa unikelwe kuye.+ Uza kumjonga emehlweni ukumkani waseBhabhiloni, athethe nawe nijongene ebusweni, yaye wena uza kuya eBhabhiloni.’+
3 Wena awuzukusinda kuye, kuba nakanjani uza kubanjwa unikelwe kuye.+ Uza kumjonga emehlweni ukumkani waseBhabhiloni, athethe nawe nijongene ebusweni, yaye wena uza kuya eBhabhiloni.’+