Yeremiya 34:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Eli lilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova emva kokuba uKumkani uZedekiya enze isivumelwano nabo bonke abantu ababeseYerusalem ethetha ngenkululeko kubo,+
8 Eli lilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova emva kokuba uKumkani uZedekiya enze isivumelwano nabo bonke abantu ababeseYerusalem ethetha ngenkululeko kubo,+