14 “Xa kuphela iminyaka esixhenxe, ngamnye wenu umele akhulule umzalwana wakhe ongumHebhere, owathengiswa kuye noye wamsebenzela iminyaka emithandathu; umele amkhulule.”+ Kodwa ookhokho benu abazange bandimamele, bengazange bayibaze indlebe yabo kum.