Yeremiya 34:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Yaye kutshanje* nina niye najika nenza izinto ezilungileyo emehlweni am ngokuthetha ngenkululeko kwabanye abantu, ibe niye nenza isivumelwano phambi kwam kule ndlu ibizwa ngegama lam.
15 Yaye kutshanje* nina niye najika nenza izinto ezilungileyo emehlweni am ngokuthetha ngenkululeko kwabanye abantu, ibe niye nenza isivumelwano phambi kwam kule ndlu ibizwa ngegama lam.