Yeremiya 34:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Nantsi into eza kwenzeka kumadoda aphula isivumelwano sam ngokungenzi ngokwamazwi eso sivumelwano asenza phambi kwam, xa acanda ithole lenkomo kubini aza ahamba phakathi kwaloo macala,+
18 Nantsi into eza kwenzeka kumadoda aphula isivumelwano sam ngokungenzi ngokwamazwi eso sivumelwano asenza phambi kwam, xa acanda ithole lenkomo kubini aza ahamba phakathi kwaloo macala,+