Yeremiya 34:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ndiza kubanikela kwiintshaba zabo nakwabo bafuna ukubabulala; izidumbu zabo ziza kuba kukutya kweentaka zezulu nezamarhamncwa omhlaba.+
20 Ndiza kubanikela kwiintshaba zabo nakwabo bafuna ukubabulala; izidumbu zabo ziza kuba kukutya kweentaka zezulu nezamarhamncwa omhlaba.+