Yeremiya 35:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi:
35 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova ngemihla kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, lalisithi: