-
Yeremiya 35:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 ndabangenisa endlini kaYehova. Ndabasa kwigumbi lokutyela loonyana bakaHanan, unyana kaIgedaliya, indoda yoThixo wokwenene, elalisecaleni kwegumbi lokutyela leenkosana, elaliphezu kwegumbi lokutyela likaMahaseya unyana kaShalum unogada wasemnyango.
-