-
Yeremiya 35:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Kwaye ndaqhubeka ndithumela kuni bonke abakhonzi bam abaprofeti, ndibathumela kaninzi,*+ ndisithi, ‘Ndicela nonke niyeke ukwenza izinto ezimbi,+ nenze ezilungileyo! Sanukulandela abanye oothixo nize nibakhonze. Ukuba niyayenza loo nto, niza kuqhubeka nihlala elizweni endalinika nina nookhokho benu.’+ Kodwa anizange nivule ndlebe, ningazange nindimamele.
-