Yeremiya 35:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli: “Soze nanini na ingabikho inzala kaYehonadabhi* unyana kaRekabhi ekhonza phambi kwam.”’” Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 35:19 UYeremiya, iphe. 160-161
19 uthi uYehova wemikhosi, uThixo kaSirayeli: “Soze nanini na ingabikho inzala kaYehonadabhi* unyana kaRekabhi ekhonza phambi kwam.”’”