Yeremiya 36:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika ilizwi kuYeremiya livela kuYehova lisithi: Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:1 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 16-17
36 Ngonyaka wesine kaYehoyakim+ unyana kaYosiya, ukumkani wakwaYuda, kwafika ilizwi kuYeremiya livela kuYehova lisithi: