Yeremiya 36:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kwathi ke ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba, bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababesiza eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda bathi makuzilwe ukutya phambi kukaYehova.+ Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:9 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 17
9 Kwathi ke ngonyaka wesihlanu kaYehoyakim+ unyana kaYosiya ukumkani wakwaYuda, ngenyanga yesithoba, bonke abantu eYerusalem nabo bonke abantu ababesiza eYerusalem bevela kwizixeko zakwaYuda bathi makuzilwe ukutya phambi kukaYehova.+