12 wehla waya endlini kakumkani, kwigumbi likanobhala. Zazihleli apho zonke iinkokheli: uElishama+ unobhala, uDelaya unyana kaShemaya, uElnatan+ unyana ka-Akebhore,+ uGemariya unyana kaShafan, uZedekiya unyana kaHananiya nazo zonke ezinye iinkokheli.