Yeremiya 36:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Nangona uElnatan,+ uDelaya+ noGemariya+ babemcenga ukumkani ukuba angawutshisi umsongo, akazange abamamele.
25 Nangona uElnatan,+ uDelaya+ noGemariya+ babemcenga ukumkani ukuba angawutshisi umsongo, akazange abamamele.