Yeremiya 36:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Wade wayalela noYerameli unyana kakumkani, uSeraya unyana ka-Azriyeli, noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba bayokubamba uBharuki unobhala nomprofeti uYeremiya. Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+
26 Wade wayalela noYerameli unyana kakumkani, uSeraya unyana ka-Azriyeli, noShelemiya unyana ka-Abhedeli ukuba bayokubamba uBharuki unobhala nomprofeti uYeremiya. Kodwa uYehova wabagcina befihlakele.+