Yeremiya 36:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngoko ke uthi uYehova ngoKumkani uYehoyakim wakwaYuda, ‘Akazukuba naye umntu wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siza kushiywa elangeni emini naseqabakeni ebusuku.+
30 Ngoko ke uthi uYehova ngoKumkani uYehoyakim wakwaYuda, ‘Akazukuba naye umntu wokuhlala etroneni kaDavide,+ nesidumbu sakhe siza kushiywa elangeni emini naseqabakeni ebusuku.+