Yeremiya 36:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 UYeremiya wathatha omnye umsongo wawunika uBharuki unyana kaNeriya, unobhala,+ yena wabhala kuwo amazwi awayewaxelelwa nguYeremiya awayekumsongo otshiswe nguKumkani uYehoyakim wakwaYuda.+ Kongezelelwa kuwo amazwi amaninzi anjengawo. Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 36:32 UYeremiya, iphe. 104-105 IMboniselo,8/15/2006, iphe. 16
32 UYeremiya wathatha omnye umsongo wawunika uBharuki unyana kaNeriya, unobhala,+ yena wabhala kuwo amazwi awayewaxelelwa nguYeremiya awayekumsongo otshiswe nguKumkani uYehoyakim wakwaYuda.+ Kongezelelwa kuwo amazwi amaninzi anjengawo.