-
Yeremiya 37:13IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
13 Kodwa wathi akufika kwiGeyithi YakwaBhenjamin, igosa eliphethe oonogada, elinguIriya unyana kaShelemiya unyana kaHananiya, lambamba umprofeti uYeremiya lathi: “Wena ubalekela kumaKhaledi!”
-