Yeremiya 37:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Emva koko uKumkani uZedekiya wathi makabizwe, waza wambuza ecaleni endlini yakhe.+ Wathi, “Ngaba likho ilizwi elivela kuYehova?” UYeremiya wathi, “Likhona!” waza waqhubeka wathi, “Uza kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+
17 Emva koko uKumkani uZedekiya wathi makabizwe, waza wambuza ecaleni endlini yakhe.+ Wathi, “Ngaba likho ilizwi elivela kuYehova?” UYeremiya wathi, “Likhona!” waza waqhubeka wathi, “Uza kunikelwa esandleni sokumkani waseBhabhiloni!”+