Yeremiya 38:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 UShefatiya unyana kaMatan, uGedaliya unyana kaPashure, uYukali+ unyana kaShelemiya noPashure+ unyana kaMalekiya baweva amazwi awayethethwa nguYeremiya kubo bonke abantu, esithi: Yeremiya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 38:1 UYeremiya, iphe. 54-55 Vukani!,6/2009, iphe. 29 11/2007, iphe. 16 IMboniselo,9/15/2006, iphe. 14-15
38 UShefatiya unyana kaMatan, uGedaliya unyana kaPashure, uYukali+ unyana kaShelemiya noPashure+ unyana kaMalekiya baweva amazwi awayethethwa nguYeremiya kubo bonke abantu, esithi:
38:1 UYeremiya, iphe. 54-55 Vukani!,6/2009, iphe. 29 11/2007, iphe. 16 IMboniselo,9/15/2006, iphe. 14-15